top of page
Child of God or a child of the Devil
All of mankind is “under the law” (The law of sin and death) until they come into covenant through faith in the Messiah and receive salvation by grace through that faith.
anyone who does not practic righeousnes is not of God

,

Umntwana kaYehova   

                          Okanye umntwana kasathana.

Kuba abo bakhokelwa nguMoya kaThixo, bangabantwana bakaThixo.

Isaya 61:1

Injongo yobomi? Bubo ke obu ubomi obungunaphakade, ukuba mabakwazi, wena ukuphela koThixo oyinyaniso, naye uYesu Kristu, omthumileyo emhlabeni. Yohane 17:3

Emva kwayo yonke loo nto, inye kuphela into ethethwayo: Yoyika uThixo, uyigcine imithetho yakhe; INtshumayeli 12:13 

  • Yintoni umoni? Kuba wonke umntu owonayo, waphula umthetho, kuba isono kukwaphula umthetho; eyoku- 1 kaYohane 3:4

  • Lowo wenza okusisono ungokaMtyholi, Ⅰ Yoh. 3:8

  • Umthandazo womntu ongawuthobeliyo umthetho uyawucekisa kuThixo. IMizekeliso 28:9

  • Onke amaxoki aya kuzifumana ekwidike lomlilo lesalfure. Oku kukufa kwesibini.”—ISityhilelo 21:8

 

Kufuneka ugwetyelwe. Kuba asingabo abevayo umthetho abangamalungisa phambi koThixo; ngabenzi bawo umthetho abaya kugwetyelwa. Roma 2:13

Kufuneka uguqukeAndize kubiza abo bacinga ukuba bangamalungisa, kodwa abo bazaziyo ukuba bangaboni yaye kufuneka baguquke.” Luka 5:32

Kufuneka ube lilungisaBantwana bam, makungabikho mntu unilukuhlayo ngako oko; Xa abantu besenza okulungileyo, babonakala bengamalungisa, kanye njengokuba noKristu elilungisa. 8 Ke xa abantu bona, kusuke kwabonakala ukuba bangabakaMtyholi;

abo bacinga ukuba bangamalungisa, kodwa abo bazaziyo ukuba bangaboni kwaye kufuneka baguquke.

—Luka 5:32

Umsebenzi wawo wonke umzali?La mazwi ndikuwisela umthetho ngawo namhlanje, aze abe sentliziyweni yakho. 7 Uze uwatsolise koonyana bakho, uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekulaleni kwakho, nasekuvukeni kwakho; 8 “Uze uwabophe abe ngumqondiso esandleni sakho, abe ngumphambili ebunzi. 9 “Uze uwabhale emigubasini yendlu yakho nasemasangweni akho. Duteronomi 6:4-9

Wonke umntu umele azalwe ngokutshaNabani na ozelwe nguThixo akasebenzi isono, ngokuba imbewu yakhe ihleli kuye; akanako ukuqhubeka esona, ngokuba ezelwe nguThixo. 10 Babonakala ngaloo nto ke abantwana bakaThixo+ koonyana bakaMtyholi: Bonke abangenzi ubulungisa abangokaThixo, nalowo ungamthandiyo umzalwana wakhe. 1Yohane 3:9 Uya kufa nini na? Wonke umntu kufuneka afe kube kanye, aze emva koko agwetywe nguThixo, Hebhere 9:27

 

Ukholo luchazwa ngokweZibhalo ngolu hlobo:

  1. Ukholo lu: kukukholelwa ukuba yonke into ayithethileyo uThixo iyinyani, ukuzinikela ekulandeleni oko ikuthethayo, kwaye wenze oko likuthethayo iLizwi. Ngamanye amazwi, ukukholwa/ukuthembela, ukuzibophelela ekuthobeleni okanye ukwenza, kunye nesenzo sokuthobela/ukwenza. Enye indlela esithetha ngayo kukuba: Ukholo kukukholelwa, ukuzinikela nokuthembela kuThixo nakwiLizwi lakhe.

  2. Lonke uluntu “luphantsi komthetho” (umthetho wesono nokufa) lude lungene kumnqophiso ngokukholwa kuMesiya luze lufumane usindiso ngobabalo kolo kholo.

  3. Inzala kaThixo ngokholo 23 Ngaphambi kokuba indlela yokukholwa kuKrestu ifikelele kuthi, sasilindwa ngumthetho. Sagcinwa eluvalelweni, ngokungathi kunjalo, de indlela yokholo ityhilwe. 24 Makhe ndikubeke ngenye indlela. ke wona umthetho wawusigcina thina, ade afike uKristu; yasikhusela, sada saya kwenziwa amalungisa ngokholo. 25 Yakuba ifikile ke indlela yokholo, akusafuneki nganto ukuba sibe ngumgcini wethu umthetho. 26Kaloku nina nonke ningoonyana bakaThixo ngako ukukholwa, nikuKristu Yesu. 27 Bonke ke abamanywe noKrestu ngokubhaptizwa bambatha uKrestu, njengekwambatha isambatho esitsha. Kuba nina nonke nimntu mnye, nikuKristu Yesu. 29Ngoku ke ningabakaKristu, ningoonyana baka-Abraham ngenene. Nina niziindlalifa zakhe, yaye isithembiso esenziwa kuAbraham senu.

  4.  Indlela yethu yokusindiswa kukukholelwa ukuba sonile kwaye sifanelwe kukufa kuba iLizwi lisitsho.

  • UYOHANE 3:3 Waphendula uYesu wathi, Ndithi kuwe, Inene, ukuba anithanga nizalwe ngokutsha, aninako ukububona ubukumkani bukaYehova.

  • UMSEBENZI WABATHUNYWA 2:38 Waphendula ke uPetros wathi kubo, Makaguquke elowo ezonweni zenu, niguqukele kuYehova, nibhaptizwe egameni likaYesu Kristu, ukuze nixolelwe izono zenu.

Niya kwamkela ke isipho soMoya oyiNgcwele;

  • Prov 28:9 Oyisusayo indlebe yakhe ekusiphulaphuleni isiyalo, kwanomthandazo wakhe ulisikizi.

  • INtshumayeli 12:13 Lilo lonke elo bali. Nanku ke ukugqiba kwam: Yoyika uYehova, ugcine imithetho yakhe; ngokuba indawo leyo yimfanelo yoluntu lonke.

  • KUMAGALATI 3:28 Akusekho mYuda namGrike, ikhoboka nokhululekileyo, indoda nankazana.

Kuba nina nonke nimntu mnye, nikuKristu Yesu.

  • EKAYAKOBI 1:22 Kodwa musani ukuliphulaphula nje ilizwi likaYehova. Kufuneka wenze le nto ikutshoyo.

Kungenjalo, niyazikhohlisa nje.

Wathi uYehova kum, Memeza ilizwi! 

Musa ukuzibamba. Yithi kubantu bam amaSirayeli, Nonile; Nimjikele uYehova uThixo wenu. Isaya 58:1

 "Xa uzithethe kubo zonke ezi zinto, uze ungalindeli ukuba beve; khwaza, ungalindeli ukuba baphendule. Yithi kubo, Olu luhlanga olungayi kuvayo; NguYehova uThixo wabo, abangavumiyo ukufundiswa (Yeremiya 7:27) (Lo ngumntwana kaMtyholi) 

Kuba uThixo unguMoya, abo ke bamnqulayo bamelwe kukumnqula ngoMoya nangenyaniso. UYohane 4:24 niyinikele imizimba yenu ibe lidini eliphilileyo, elingcwele, elikholekileyo kuThixo:inkonzo yenu ke leyo yasengqondweni. KwabaseRoma 12: 1-2 Inyaniso ngumthetho kaThixo Kufuneka ukhokelwa nguMoya Gal 5:18

For God is Spirit, so those who worship him must worship in spirit and in truth. “John 4:24 Present your bodies as a living sacrifice, holy and acceptable to God, which is your spiritual worship. Romans 12:1-2 Truth is God’s Torah You must be led by the Spirit Gal 5:18
bottom of page