
Ngaphandle Kwentandabuzo Esengqiqweni
Last Supper
Language
The one who belongs listens and responds to Yehovah's words. If you don't listen and respond,
it is because you don't belong to Yehovah." John 8:47
God Is Watching and listening
1 Timothy 2:12 is the twelfth verse of the second chapter of the First Epistle to Timothy. It is often quoted using the King James Version translation: But I suffer not a woman to teach, nor to usurp authority over the man, but to be in silence.
UThixo Ujongile yaye uphulaphule
Ukuziphendulela » Wonke umntu uya kuziphendulela kuThixo
KUMAHEBHERE 9:27 Kwanjengokuba bonke ngabanye bemiselwe ukuba bafe kube kanye, emveni koko kufike umgwebo;
Yohane 3:13Akukho namnye wakha wenyuka waya ezulwini, ngaphandle kwalowo wehlayo evela ezulwini.-uNyana woMntu. UMSEBENZI WABATHUNYWA 2:29 “Madoda, maSirayeli, ndithi kuni ngokuqinisekileyo ukhokho uDavide wafa waza wangcwatywa, yaye ingcwaba lakhe likho unanamhla.” Mateyu 12:36-37 “Ke mna ndithi kuni, Onke amazwi angewani abawathethayo abantu; baya kuphendula ngawo ngomhla womgwebo. Kuba ngawo amazwi akho uya kugwetyelwa, nangawo amazwi akho uya kugwetywa. IZenzo 17:30 “Ngoko ke, amaxesha okungazi, wawayeka ngabomi uThixo, ngoku uxelela abantu ukuba baguquke bonke ezindaweni zonke. KwabaseRoma 14:12 Ngoko ke elowo kuthi uya kuziphendulela kuThixo.
Yakobi 4:17Ngoko ke, lowo ukwaziyo ukwenza okulungileyo, akakwenzi, kusisono kuye lowo. . . . . . . . .UHEZEKILE 3:2 “Kwakhona, xa lithe ilungisa labuya ebulungiseni balo, lenza ngobugqwetha, ndabeka isikhubekiso phambi kwalo, liya kufa; ngokuba ungalilumkisanga, liya kufa ngenxa yesono salo, nangenxa yobulungisa balo. abenzi bobubi abayi kukhunjulwa, ke lona igazi lakhe ndolibiza esandleni sakho.” INdumiso 32:8 Ndiya kukuqiqisa ndikuyalele indlela owohamba ngayo, ndikubonise iliso lam likuwe.
Indumiso 33:18 Yabona, iliso likaYehova likubo abamoyikayo, abalindele inceba yakhe; INdumiso 34:15 iindlebe zisibekele isikhalo sabo. IMIZEKELISO 28:9 Umthandazo womntu ongawuthobeliyo umthetho uyawucekisa kuThixo. Prov 15:2 Ulwimi lwezilumko luthetha ukwazi; Umlomo wesidenge umpompoza ukumatha. 3 Asezindaweni zonke amehlo kaYehova, Ebonisela abanobubi nabalungileyo. 4 Ulwimi olupholileyo ngumthi wobomi; ke lona ulwimi olugwenxa luyawutyumza umoya... ISityhilelo 20: Ndababona nabafileyo, abakhulu nabancinane, bemi phambi kwetrone; zavulwa iincwadi; nenye incwadi yavulwa, eyincwadi yobomi; bagwetywa abafileyo ngokwezinto ezibhaliweyo ezincwadini ezo, ngokwemisebenzi yabo. KUMAHEBHERE 11:6 Ke, lungekho ukholo, akunakubakho ukumkholisa kakuhle; kuba lowo usondelayo kuThixo, umelwe kukukholwa ukuba ukho, nokuba uyabavuza abo bamfunayo.




