
Ngaphandle Kwentandabuzo Esengqiqweni
Appointed times
God only gives His Spirit to those
who keep His commandments
The one who belongs listens and responds to Yehovah's words. If you don't listen and respond,
it is because you don't belong to Yehovah." John 8:47
Language
The fruit of the Spirit

Isiqhamo Somoya
Bantwana bam, maningalahlekiswa mntu; Lowo ulungisayo ulilungisa, njengokuba yena elilungisa. 8 Lowo usenzayo isono ungokaMtyholi; ngokuba uMtyholi wone kwasekuqalekeni. Wabonakalaliswa ke uNyana kaThixo, ukuze ayichithe imisebenzi kaMtyholi. 9 Bonke abazelwe nguThixo abasayi kuqhubeka besona, ngokuba imbewu kaThixo ihleli kubo; abanako ukuqhubeka besona, ngokuba bezelwe nguThixo. 10 Sibazi ngolu hlobo ke ukuba ngoobani na abantwana bakaThixo, nokuba ngoobani na abangoonyana bakaMtyholi: Lowo ungenzi okulungileyo asingomntwana kaThixo, ingenguye nalowo ungamthandiyo umzalwana wakhe. eyoku-1 kaYohane3
1 Bonke abakholwayo ukuba uYesu unguye uKristu, bazelwe nguThixo; bonke ke abamthandayo uYise, bayamthanda nalowo uzelweyo nguye. 2 Sazi ngale nto ukuba siyabathanda abantwana bakaThixo: xa sukuba simthanda uThixo, siyigcina imithetho yakhe.








.jpeg)







