top of page

 

UYeshuwa Uthetha Ngekamva.Akukho kuxwilwa ngokufihlakeleyo! 

 

 (Akukho kuxwilwa ngokufihlakeleyo; amaKrestu afundiswa ukuba iyimfihlo ayifumaneki ebhayibhileni. Oluxwilo lolwamaKristu kuphela, amaJuda aya kushiyeka adlule kwimbandezelo enkulu .) 

   Mateyu 24:

Nje ukuba usendleleni esa elusindisweni umiliselwe kuSirayeli ungumYuda wokomoya. Akunjalo, umYuda wokwenyaniso ngulowo unentliziyo ethe tye kuThixo. Ulwaluko lokwenene asikokwenza umthetho; kunokuba, lutshintsho lwentliziyo oluveliswa nguMoya. Yaye umntu otshintshe intliziyo ufuna ukudunyiswa nguThixo, kungekhona ebantwini. Roma 2:29 Nguwuphi na umqondiso oya kuxela ukubuya kwakho, nokupheliswa kwephakade eli?

  1. Ukuqala kwenimba.

  2. Xa ubona ‘isikizi lesiphanziso,’

  3. Ngelo xa mabathi abakwelakwaYuda basabele ezintabeni;

  4. iPasika

  5. Sukkot

  6. Greater imfuduko

  7. Ngelo xesha baya kuninikela ekubandezelweni, banibulale;

  8.  Kuba ngelo xesha kuya kubakho imbandezelo enkulu.

  9.  Kuba kuya kuvela ooKristu ababuxoki, nabaprofeti ababuxoki, benze imiqondiso emikhulu nezimanga.
    ukukhohlisa,

  10. Ke onyamezeleyo kwada kwaba sekupheleni, lowo uya kusindiswa.

  11. “Kwaoko ke, emva kwembandezelo yaloo mihla, ilanga liya kwenziwa mnyama, ithi nenyanga ingabi mhlophe; iinkwenkwezi ziya kuwa ezulwini, namandla ezulu aya kuzanyazanyiswa. 30 Uya kwandula ke umqondiso woNyana woMntu ubonakale ezulwini,

  12. Ingqumbo kaThixo

  

 

UYesu Uxela kwangaphambili Ngokutshatyalaliswa Kwetempile

24 Ephumile uYesu, wemka etempileni; bathe abafundi bakhe beza kumbonisa izakhiwo zetempile. 2 Wathi ke uYesu kubo, Niyazibona na zonke ezi zinto? Inene, ndithi kuni, Akukho litye apha liya kusala phezu kwelitye, elingayi kuchithwa.

Iimpawu zamaxesha kunye nokuphela kweXesha

3 Ke kaloku, akubon’ ukuba uhleli eNtabeni yemiNquma, beza kuye abafundi bebodwa, bathi, Sixelele ukuba ziya kubakho nini na ezo zinto; uya kuba yintoni na umqondiso wokufika kwakho, nowokupheliswa kwephakade eli?

4 Waphendula uYesu wathi kubo: “Lumkani ningalahlekiswa mntu. 5 Kuba baninzi abaya kuza egameni lam, besithi banguKristu, balahlekise into eninzi. 6 Niya kuthi ke nive iimfazwe namarhe eemfazwe; Lumkani, ningabi navuso; ye [a]zonke ezi zinto zimele ukuhla, kanti kona ukuphela akukabikho. 7 Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani; kuya kubakho iindlala, [b]iindyikitya zokufa, nezinyikimo zomhlaba kwiindawo ngeendawo. 8 Zonke ke ezo zinto zikukuqaleka kwenimba.

9 Ngelo xesha baya kuninikela ekubandezelweni, banibulale; niya kuthiywa ziintlanga zonke ngenxa yegama lam. 10 Ngelo xesha baninzi abaya kukhutyekiswa, bangcatshane, bathiyane. 11 Ngelo xesha kuya kuvela abaprofeti ababuxoki babe baninzi, balahlekise abantu abaninzi. 12 Nangenxa yokwanda kokuchasa umthetho, luya kuphola uthando lwabaninzi. 13 Ke onyamezeleyo kwada kwaba sekupheleni, lowo uya kusindiswa. 14 Zaye ezi ndaba zilungileyo zobukumkani ziya kuvakaliswa kulo elimiweyo liphela, zibe bubungqina kuzo zonke iintlanga; kwandule ke kufike ukuphela.

IMbandezelo Enkulu

15 “Ngoko ke, xa nithe nalibona ‘isikizi lesiphanziso,’ ekuthethwe ngalo ngoDaniyeli umprofeti, limi endaweni engcwele ( lowo ulesayo makaqiqe, 16ngelo xesha mabathi abakwelakwaYuda basabele ezintabeni.17 Ophezu kwendlu makangehli aye kuthabatha into endlwini yakhe; 18 nosentsimini makangabuyeli emva aye kuthabatha iingubo zakhe. 19 Yeha ke, abamithiyo nabanyisayo ngaloo mihla! 20 Thandazani ke, ukuba intsabo yenu ingabi sebusika nangesabatha. 21 Kuba ngelo xesha kuya kubakho imbandezelo enkulu, ekungazanga kubekho injalo kwasekuqalekeni kwehlabathi, kwada kwaba kalokunje, ekungasayi kubuye kubekho injalo. 22 Kanjalo ukuba ibingayi kuthi loo mihla inqanyulelwe, bekungayi kubakho nyama isindayo; kodwa ngenxa [c]ngenxa yabanyuliweyo, loo mihla iya kunqanyulelwa.

23 Ngelo xesha, ukuba ubani uthe kuni, Nanku apha uKristu! okanye 'Nankuya!' musani ukukholwa yiyo. 24 kuba kuya kuvela ooKristu ababuxoki, nabaprofeti ababuxoki, benze imiqondiso emikhulu nezimanga, ukuze bathi, ukuba bekunokwenzeka, balahlekise nabanyuliweyo. 25 Yabonani, ndinixelele ngenxa engaphambili.

26 Ukuba ngoko bathi kuni, Nanko entlango, musani ukuphuma niye. musani ukuphuma; nokuba, Nanko emagumbini. musani ukukholwa yiyo. 27 Kuba kwanjengokuba umbane uthi uphume empumalanga, ubonakale kude kuse entshonalanga, kuya kuba njalo nokufika koNyana woMntu. 28 Kuba apho sukuba sikhona isidumbu, aya kuhlanganisana khona amaxhalanga.

Ukuza koNyana woMntu

29“Kwaoko ke, emva kwembandezelo yaloo mihla, ilanga liya kwenziwa mnyama, ithi nenyanga ingabi mhlophe; iinkwenkwezi ziya kuwa ezulwini, namandla ezulu aya kuzanyazanyiswa. 30Uya kwandula ukubonakala umqondiso woNyana woMntu ezulwini,zimbambazele ngelo xesha zonke izizwe zomhlaba, zimbone uNyana woMntu esiza esemafini ezulu, enamandla nobuqaqawuli obukhulu. 31 Yaye uya kuzithumela izithunywa zakhe zasemazulwini zinesandi esikhulu sexilongo, zihlanganisele ndawonye izithunywa zakhe.d]nyula kumacala omane omoya, ukusuka kwesinye isiphelo samazulu ukuya kwesinye.

Umzekeliso woMkhiwane

32 Wufundeni ke kuwo umkhiwane lo mzekeliso: xa selithe lathamba isebe lawo, lahluma amagqabi, niyazi ukuba likufuphi ihlobo. 33 Ngokukwanjalo nani, xa nithe nazibona zonke ezi zinto, yazini ukubae]ikufuphi—eminyango! 34 Inene ndithi kuni, Asisayi kukha sidlule esi sizukulwana, zingadanga zonke ezo zinto zibekho. 35 Liya kudlula izulu nehlabathi, kodwa amazwi am akasayi kudlula.

Akukho Bani Uwaziyo Umhla okanye Iyure

36 Kodwa akukho bani uwaziyo loo mhla nelo lixa, azazi nezithunywa zezulu.f]ezulwini, kodwa nguBawo kuphela. 37 Ke kaloku, njengokuba ibinjalo imihla kaNowa, koba njalo nokufika koNyana woMntu. 38 Kuba njengokuba ngemihla yangaphambi konogumbe, babesidla, besela, bazeke, besendiswe, kwada kwayimini awangena ngayo emkhombeni uNowa; ukuza koNyana woMntu makubekho. 40 Ngelo xesha ababini boba sentsimini, athi omnye amkelwe, omnye ashiywe. 41 Abafazi ababini boba besila etyeni lokusila, athi omnye amkelwe, omnye ashiywe. 42 Phaphani ngoko, ngokuba ningakwazi okog]ilixa yokuza kweNkosi yenu. 43 Yazini ke oku, ukuba ebesazi umninindlu, ukuba ebesazi othini na?h]ilixa isela laliza kufika, lalilindile yaye lalingavumi ukuba indlu yalo igqojozwe. 44 Ngenxa yoko yibani nilungile nani, ngokuba uNyana woMntu uza ngelixa eningalikhumbuleliyo.

Umkhonzi othembekileyo kunye nomkhonzi okhohlakeleyo

45 Ngubani na ke loo mkhonzi uthembekileyo, uqondayo, eyathi inkosi yakhe yammisa phezu kwabendlu yayo, ukuze abanike ukudla?i]ngexesha elifanelekileyo? 46 Unoyolo loo mkhonzi eyothi, yakufika inkosi yakhe, imfumane esenjenjalo. 47 Inene ndithi kuni, iya kummisa phezu kwayo yonke impahla yayo. 48 Kodwa ukuba loo mkhonzi ungendawo uthe entliziyweni yakhe, ‘Inkosi yam iyalibala.j]ukuza kwakhe,’ 49 aze aqalise ukubabetha abakhonzi abangamadlelane, nokutya, nokusela namanxila, 50 iya kufika inkosi yaloo mkhonzi ngemini angayilindeleyo nangelixa angalaziyo. of, 51 amxabele kubini, ammisele isabelo sakhe nabahanahanisi. khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo.

The Man of Lawlessness

2 Concerning the coming of our Lord Jesus Christ and our being gathered to him, we ask you, brothers and sisters, 2 not to become easily unsettled or alarmed by the teaching allegedly from us—whether by a prophecy or by word of mouth or by letter—asserting that the day of the Lord has already come. 3 Don’t let anyone deceive you in any way, for that day will not come until the rebellion occurs and the man of lawlessness is revealed,  the man doomed to destruction. 4 He will oppose and will exalt himself over everything that is called God or is worshiped, so that he sets himself up in God’s temple, proclaiming himself to be God.

The Coming of the Lord

13 But we do not want you to be uninformed, brothers, about those who are asleep, that you may not grieve as others do who have no hope. 14 For since we believe that Jesus died and rose again, even so, through Jesus, God will bring with him those who have fallen asleep. 15 For this we declare to you by a word from the Lord,d that we who are alive, who are left until the coming of the Lord, will not precede those who have fallen asleep. 16 For the Lord himself will descend from heaven with a cry of command, with the voice of an archangel, and with the sound of the trumpet of God. And the dead in Christ will rise first. 17Then we who are alive, who are left, will be caught up together with them in the clouds to meet the Lord in the air, and so

in a moment, in the twinkling of an eye,
at the last trumpet; for the trumpet will sound, and the dead will be raised imperishable, and we will be changed.1 Corinthians 15:52 At the last Trumpets the Seventh trumpet. on the east of Trumpets

Matthew 24:1–51

Jesus Foretells Destruction of the Temple

24 Jesus left the temple and was going away when his disciples came to point out to him the buildings of the temple. 2 But he answered them, “You see all these, do you not? Truly, I say to you, there will not be left here one stone upon another that will not be thrown down.”

Signs of the End of the Age

3 As he sat on the Mount of Olives, the disciples came to him privately, saying, “Tell us, when will these things be, and what will be the sign of your coming and of the end of the age?” 4 And Jesus answered them, a“See that no one leads you astray. 5 For many will come in my name, saying, ‘I am the Christ,’ and they will lead many astray. 6 And you will hear of wars and rumors of wars. See that you dare not be alarmed, for this must take place, but the end is not yet. 7 For nation will rise against nation, and kingdom against kingdom, and there will be famines and earthquakes in various places. 8 All these are but the beginning of the birth pains.

9 “Then they will deliver you up to tribulation and put you to death, and you will be hated by all nations for my name’s sake. 10 And then many will fall away1 and betray one another and hate one another. 11 And many false prophets will arise and lead many astray. 12 And because lawlessness will be increased, the love of many will grow cold. 13 But the one who endures to the end will be saved. 14 And this gospel of the kingdom

15 “So when you see the abomination of desolation spoken of by the prophet Daniel, standing in the holy place (let the reader understand), 16 then let those who are in Judea flee to the mountains. 17 Let the one who is on the housetop not go down to take what is in his house, 18 and let the one who is in the field not turn back to take his cloak. 19 And balas for women who are pregnant and for those who are nursing infants in those days! 20 Pray that your flight may not be in winter or on a Sabbath. 21 For then there will be great tribulation, such as has not been from the beginning of the world until now, no, and never will be. 22 And if those days had not been cut short, no human being would be saved. But for the sake of the elect, those days will be cut short. 23 then if anyone says to you, ‘Look, here is the Christ!’ or ‘There he is!’ do not believe it. 24 For false Christs and false prophets will arise and perform great signs and wonders, so as to lead astray, if possible, even the elect. 25 See, I have told you beforehand. 26 So, if they say to you, ‘Look, he is in the wilderness,’ do not go out. If they say, ‘Look, he is in the inner rooms,’ do not believe it. 27 For as the lightning comes from the east and shines as far as the west, so will be the coming of the Son of Man. 28 Wherever the corpse is, there the vultures will gather.
 

The Coming of the Son of Man

29 “Immediately after the tribulation of those days the sun will be darkened, and the moon will not give its light, and the stars will fall from heaven, and the powers of the heavens will be shaken. 30 Then will appear in heaven the sign of the Son of Man, and then tall the tribes of the earth will mourn, and they will see the Son of Man coming on the clouds of heaven with power and great glory. 31 And we will send out his angels with a loud trumpet call, and they will gather his elect from the four winds, from one end of heaven to the other.
 

The Man of Lawlessness

2 Concerning the coming of our Lord Jesus Christ and our being gathered to him, we ask you, brothers and sisters, 2 not to become easily unsettled or alarmed by the teaching allegedly from us—whether by a prophecy or by word of mouth or by letter—asserting that the day of the Lord has already come. 3 Don’t let anyone deceive you in any way, for that day will not come until the rebellion occurs and the man of lawlessness is revealed,  the man doomed to destruction. 4 He will oppose and will exalt himself over everything that is called God or is worshiped, so that he sets himself up in God’s temple, proclaiming himself to be God.

“Immediately after the tribulation of those days the sun will be darkened, and the moon will not give its light; the stars will fall from heaven, and the powers of the heavens will be shaken. 30 Then the sign of the Son of Man will appear in heaven, and then all the tribes of the earth will mourn, and they will see the Son of Man coming on the clouds of heaven with power and great glory. 31 And He will send His angels with a great sound of a trumpet, and they will gather together His [d]elect from the four winds, from one end of heaven to the other.
bottom of page